Welcome To
Buyelembo Village
We are a community themed cultural village, indigenous knowledge school, artistic hub, youth development centre and one stop shop tourism destination of choice.
About Us
Buyelembo Village establishment has been in existence since 2013, however has officially established as an NPO in recent years, based at Masingata Location, eQonce, Eastern Cape. We are a community themed cultural village within a cultural precinct and one-stop shop tourism destination of choice.
Our Services
Youth Development Centre
Crime Fighting Initiatives
Craft Shop/Farmers Markets
Agriculture and environmental education
Cultural activities & events
African literature Education
Community Cultural Radio Station
Venue hire and African cuisine
Rural Township tours
Unesiduko Nje Unetyala
A Book By Nwabisa Gxothiwe
Le yincwadi yamavo, imalunga nentlalo yakwaNtu mandulo:
Imontlalo, amasiko nezithethe. Unesiduko Nje Unetyala, le ntetho isusela ekubeni ngokuzalwa singabantwana bomgquba. Sizalelwa emthonyameni ze iinkaba zethu zigrunjelwe elongweni endlwini enkulu, emdekweni, okanye ogoqweni.
Emva koko isingxobo esizelwe sikuso nezizamva zingcwatywe ze kutyalwe umthi kuloo ndawo ukuze nokuba sele ukweliphi ilizwe ngokwempangelo umane ukhumbula ekhaya.
Le ntetho ithi thina bantu singabathanjiswa isukela ekubeni xa umntu ezalwa uthanjiswa amafutha ezilwanyana ukuze omelele, akhaliphe kwaye ahlakaniphe. Siqatywa imbola, umdiki, ingceke, ingxwala kwizigaba ezahlukeneyo zobom bethu.
Singabantu abanonxibelelwano oluqinileyo noQamata umhlaba, indalo, ilanga, inyanga, neenkwenkwezi, noQamata amanzi noQomata umoya.
Camagu!!